Text
stringlengths 1
10.7k
⌀ | Text Number
int64 0
31
| License
stringclasses 6
values | Text By
stringclasses 463
values | Translation By
stringlengths 1
146
⌀ | Language
stringclasses 188
values | File Name
stringlengths 9
81
| Source
stringclasses 16
values | ISO639-3
stringclasses 178
values | Script
stringclasses 23
values | Parallel ID
stringclasses 822
values | Story Category
stringclasses 4
values |
---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|
Kwadlula iinyanga ezininzi. Inkosi yehlathi apho kwakuhlala khona uMvundla noFudo yabanezinto ezibalulekileyo ekwafuneka ukuba izixoxe nkosi yehlathi elimelene nelo labo.
Kodwa le nkosi yooFudo noMvundla yayingakwazi ukulishiya ihlathi ngaloo mzuzu. Yagqiba kwelokuba ithumele uMvundla noFudo kuloo nkosi ingummelwane ukuba babe ngabathunywa bayo.
| 3 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Bathi bakusabela ubizo lwenkosi yabo uMvundla noFudo inkosi yabo yabayalela isithi: “Kuyakufuneka omnye wenu aye kulenkosi isebumelwaneni.”
“Ndifuna niyokuxoxa izinto ezithile ezibalulekileyo nale nkosi ingummelwane wethu. Nize nibuye nindixelele ukuba ingaba icinga ntoni le nkosi ngezi zinto ndiniyayelela zona.”
| 4 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
“Hambani ke ngoku!” yatsho inkosi yabe sele ibaxelela ukuba bachithakale. “Kwaye nize nikhumbule ukuba ndininika usuku lube lunye kuphela ukwenza lo msebenzi.”
| 5 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Indlela eya kubukumnkani basebumelwaneni yayingelula kwaphela.
Yayigcwele amatye nameva.
Kwakukho nemilambo emibini ekwakufuneka beyiwelile ukuya kufika ebumelwaneni.
| 6 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Emva kokucingisisa, uMvundla noFudo bayiqonda bobabini into ukuya abanakho ukuwenza lomsebenzi umntu eyedwa.
Kwakunyanzelekile ukuba bahambe kunye.
| 7 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Icebo labo yayikukuba uMvundla abeleke uFudo kwiindawo ezinameva apha endleleni luze uFudo lubeleke uMvundla ukuwela le milambo mibini.
| 8 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Kusuku olulandelayo baqokelela imiyalezo kwinkosi yabo belungiselela ukungena endleleni.
UMvundla wenza amatshe kwezo ndlela zinameva lwabe uFudo lutshele emqolo lusoyika nokuwa ngenxa yamendu woMvundla.
| 9 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Bathi xa befika emlanjeni batshintsha izikhundla uMvundla wabelekela emqolo kuFudo.
| 10 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
UFudo lwaluqubha ngokukhawuleza emlanjeni.
Ngokukhawuleza bayiwela yomibini le milambo. Akuzange kubathathe ixesha elide ukuya kufika kubukumnkani bobumelwane.
| 11 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Emva kokuba bexoxe nzulu nenkosi yasebumelwaneni ngemiyalezo ababeyithunyiwe, uMvundla noFudo babekulungele ukuphindela ngemva babuyele enkosini yabo.
| 12 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
Uhambo olubuyayo lwaba lula kakhulu kunolo babeluthathe ukuya ebumelwaneni. Kaloku ngoku bobabini babekwazi ekufanele bakwenze.
Babesebenzisana kakuhle kakhulu bade bafika enkosini yabo lingekapheli nexesha ababelisikelwe!
| 13 |
CC-BY
|
Venkatramana Gowda, Divaspathy Hegde
| null |
xh
|
0092_ngumvundla-nofudo-kwakhona.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0092
|
asp
|
NguJaaka lo, umlobi
waseNeminya.
| 0 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Uloba kumlambo
iNayile.
| 1 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Unesikhephe, umnatha
negwegwe.
| 2 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Uvuka ekuseni rhoqo
ukuze abambe intlanzi
yaseNayile.
| 3 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Ngentsimbi yeshumi,
uthengisa iintlanzi
emarikeni eJunja.
| 4 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Kwenzeke ntoni, Jakaa?
Ibalekile intlanzi?
Unxunguphele.
| 5 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
"Izinto azihambi
kakuhle namhlanje.
Umoya waseNayile
awundivumeli ndilobe.
Enye intlanzi imke
negwegwe lam."
| 6 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
"Kodwa ndinethemba
lokuba kuzobangcono
ngomso, ngoba
ndithenge igwegwe
elitsha."
| 7 |
CC-BY
|
Tom Sabwa, Children's Development Center
at Masese
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0100_ujaaka-umlobi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0100
|
asp
|
Kudala-dala, umvundla
nenkawu
babengabahlobo.
Ngenye imini, ngexesha
lendlala, umvundla
wamema umhlobo
wakhe ukuba bazodlala.
| 0 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Umvundla wathi,
"Masidlale
ukuphekaphekana!"
Inkawu yabuza,
"Sizakuyenza njani
lonto?"
| 1 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Ke ngoku umvundla
waphendula, "Kufuneka
sibase umlilo,
| 2 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
sigcwalise imbisa
ngamanzi, ke ngoku
siyibeke emlilweni.
| 3 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Mna ndiyakungena
kuqala. Xa ndibetha
isiciko sembiza, uvule.
Ngoku ndizokuphuma."
| 4 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Inkawu yavuma
ukuyenza lonto. Ngoko
umvundla wangena
kuqala embizeni,
amanzi eqala ukubila.
| 5 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Umvundla
wankqonkqoza, inkawu
yasivula isiciko.
| 6 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Kodwa kuthe xa ilithuba
lenkawu, umvundla
wathatha ilityekazi
elikhulu, walibeka
phezu kwesiciko
sembiza esakugqiba
wahlala phezu kwaso.
| 7 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Kuthe xa amanzi eqala
ukubila, inkawu
yankqonkqoza, kodwa
umvundla akakhange
asivule isiciko.
| 8 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Ngoku inkawu yafa, ke
ngoku umvundla watya
umhlobo wakhe!
| 9 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0101_umdlalo-wokuphekaphekana.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0101
|
asp
|
Ndililahlile iphini lam lokubetha ibhola, Kwaye andilifumani.
| 0 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndikhangele emva kocango.
Belingekho phaya.
| 1 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndilikhangele ethaleni.
Akhange ndilifumane phaya.
| 2 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndilikhangele phantsi kwebhedi.
Alikho nalapha.
| 3 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndiphengulule phakathi etyesini/ebhokisini.
Akukho nophawu lwalo.
| 4 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndiphengulule indawo ephantsi kophahla.
Andikhange ndiyifumane naphi na.
| 5 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
Ndikhangele apha, phaya, nakwindawo zonke,
Andiyifumananga naphina.
| 6 |
CC-BY
|
Meera Tendolkar
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0104_liphi-iphini-lam-lokubetha-ibhola.md
|
global-asp/global-pb
|
xho
|
Latn
|
pb_0104
|
pb
|
UNamukuru nomntakwabo balungele ukuya esikolweni.
| 0 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
UNamukuru uthwala umntakwabo kwibhayisekile yakhe.
| 1 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Abahlobo babo bayababulisa endleleni eya esikolweni.
| 2 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Ngeli lixa beseklasini, inkawu iyafika ngaphandle. Inkawu imka nebhayisekile kaNamukuru!
| 3 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Abantwana baleqa inkawu.
| 4 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Inkawu ishiya ibhayisekile phantsi komthi.
| 5 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Inkawu idadela kwisiqithi esiphakathi kwichibi. Ikhwela phezulu emthini.
| 6 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
Inkawu iyabulisa iphephezelisa isandla! Abantwana nabo bayabulisa bephephezilisa izandla. UNamukuru uyifumene ibhayisekile yakhe kwakhona.
| 7 |
CC-BY
|
Munanga ASb teachers
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0106_ibhayisekile-kanamukuru.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0106
|
asp
|
NguLekishon lo.
ULekishon ubiza inja
yakhe.
| 0 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
ULekishon nenja yakhe
basa imfuyo edlelweni.
Ilanga liyatshisa.
| 1 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
ULekishon nenja yakhe
banxaniwe kwaye
balambile.
| 2 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
Bayahamba bayokufuna
amanzi.
| 3 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
ULekishon ulahlekelwa
ziinkomo zakhe.
| 4 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
ULekishon uqalisa
ukulila.
| 5 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
Ugqiba ekubeni aye
ekhaya nenja yakhe.
| 6 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
Iinkomo ziyifumene
indlela egodukayo!
ULekishon nenja yakhe
bavuya kakhulu.
| 7 |
CC-BY
|
Paul Maseri
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0109_ulekishon-neenkomo-zakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0109
|
asp
|
Kwenye yeelali zase fama eKenya, kwakukho nintombazana encinane egama
lingu Wangari.
| 0 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
uWangari wayethanda ukuchitha ixesha elininzi kunye nomama wakhe esitiyeni
sakowabo betyala.UWangari wayekuthanda ukudlala phandle esoloko esesitiyeni
etyala imbewu .
| 1 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Elona xesha wayelithanda kwakusemalanga, kuthi xa sele kuqalisa
ukubamnyama engasaziboni eizityalo ahambe agoduke.
| 2 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
UWangari wayengumntwana ohlakaniphileyo kakhulu kodwa abazali bakhe
babengafuni ukuba aye esikolweni. Babefuna ahlale kunye nabo ekhaya.
Ubhuti kaWangari waabacenga abazali ukuba bavumele uWangari aye esikolweni.
| 3 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
UWangari uyile esikolweni, wayekuthanda ukufunda and eqhuba kakuhle.
Wayefuna ukufunda banzi ngelizwe lakhe kunye nezityalo nemithi.
| 4 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Uthe akugiba amabanga ache aphantshi wawonga ukuba ayokuqhuba izifundo
zakhe eMelika.Ufike eMelika wafunda banzi ngezityalo, ukuba utyala njani nokuba
uzikhathalele kanjani.
| 5 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
UWangari uye wabona ukuba uyakuthanda ukufunda ngezityalo nokunceda
abantu , wayefuna ukubuyela kowabo eKenya ayobancedisana nabantu
basekuhlaleni.
| 6 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Uye waabuyela kwikhaya lakhe eKenya. Uthe akafika kowabo zabe izinto
zitshintshile. Abantu basekuhlaleni babesokola bengenamali yokuhoya amakhaya
wabo.
| 7 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Uye wadibana nabo bonke abasetyhini ebefundisa ngezityalo nokutyala.
Wabaxelela ukuba bangakhulisa imithi, bayithengise ukuze bafumane imali
yokuzihoya nokuthenga ukutya ekhaya.
| 8 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Enguhambeni kwethuba iye yakhula imithi yangamahlathi. Umyalezo kaWangari
udume kwi Afrika yonke. Kunamhlanje amawaka namakhulu emithi ikhuliswa
yimbewu kaWangari.
| 9 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
UWangari udume kwizwelonke.
Wawongwa ngeNobel Prize
ngenxa yomsebenzi wakhe.
Wayengowokuqala umntu
omnyama kwabasetyhini
baseAfrika ukufumana lembasa.
| 10 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
UWangari walandulela eli ngonyaka ka 2011, kodwa qho xasibona imitihi
siyamkhumbula.
| 11 |
CC-BY
|
Nicola Rijsdijk
|
Missing
|
xh
|
0110_a-tiny-seed-the-story-of-wangari-maathai.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0110
|
asp
|
Ngaminazana ithile, uMvundlana wawuzihambela ngasemlanjeni.
| 0 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
UMvubu naye wayelapho, ezithele chu emane ukugramza ingca eluhlaza.
| 1 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
UMvubu wayengaboni ukuba uMvundla ukhona nawo apha waze ngelishwa wathi gximfi enyathela unyawo loMvundla. Wasitsho isikhalo uMvundla ekwangxolisa uMvubu, “Hey wena Mvubu! Awuziboni ukuba uyandinyathela enyaweni?”
| 2 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
Waxolisa uMvubu kuMvundla, “Ndiyaxolisa kakhulu, mhlobo wam. Andikubonanga. Yhini! Khawundixolele kaloku!” Kodwa uMvundla wayengafuni nokuva waqhubeka ungxolisa uMvubu, “Wenze ngabom nangoku! Ngenye imini, inene ndiza kukufumana, uzukhangele! Uzawuva shu nawe!”
| 3 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
Wahamba emva koko uMvundla usiya kukhangela uMlilo, wafika wathi, “Hamba, uyotshisa uMvubu xa ephuma emanzini ezokutya ingca. Undinyathele! Waphendula uMlilo, “Ilula loo nto, Mvundla mhlobo wam. Ndiza kwenza njengokuba usitsho.
| 4 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
Ethubeni uMvubu wabantu esazityela ingca kude le nomlambo suka kwevakala "uwushu!" UMlilo udubule waba ngamadangatye watsho ukubutshisa bonke uboya bukaMvubu.
| 5 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
UMvubu wakhala ebaleka ukuya emanzini. Bonke uboya bakhe babutshe baphela emlilweni. Waqhubeka ekhala uMvubu, “Uboya bam butshe baphela tu emlilweni! Ubutshise bonke uboya bam! Uboya bam, uboya bam buphele bonke vuthu! Obuhle kangako bona uboya!”
| 6 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
Yiyo loo nto iMvubu ingahambeli kude namanzi kuba yoyika ukuphinda itshiswe nguMlilo. Wavuya uMvundla xa ubona uMvubu esitshwa nguMlilo, ekhwaza esithi, “Heke, ndimfumene, ndimfume-e-ene!”
| 7 |
CC-BY
|
Basilio Gimo, David Ker
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0111_kutheni-iimvubu-zingenaboya-nje.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0111
|
asp
|
Ndingabaleka ngawo.
| 0 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingaxhuma ngawo.
| 1 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingadanisa ngawo.
| 2 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingaqubha ngawo.
| 3 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingatsiba ngawo.
| 4 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingakhaba ngawo.
| 5 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Ndingasuka ndihambe
ngawo.
| 6 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
Kodwa andingekhe
ndibhabhe ngawo.
| 7 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Nokwanda Mbusi
|
xh
|
0112_umzimba-wam.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0112
|
asp
|
UZama ulungiselela ukuya esikolweni.
| 0 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Utata upheka isidudu sesidlo sakusasa.
| 1 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Umama wenza isidudu esiluncuthu!" utsho uZama.
| 2 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Isidudu sinika uZama amandla okuya esikolweni.
| 3 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Isidudu sivuthiwe.
| 4 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Utata ugalela ubisi, ngothando.
| 5 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Tata, ndicinga ukuba esi sidudu sifuna ukongezwa iswekile," utsho uZama.
| 6 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Isidudu sikamama simnandi kakhulu kunesidudu sikatata," uyacinga uZama.
| 7 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Tata, ndingayongeza iswekile?" uyabuza uZama.
| 8 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Utata wongezela uZama iswekile.
| 9 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Yhu! Tata! Ugalele ityuwa esidudwini sam!"
| 10 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
"Tata, uzobuya nini umama?" uyabuza uZama.
| 11 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0121_isidudu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0121
|
asp
|
Ndiyavuko ndibase umlilo.
| 0 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Ndibilisi amanzi.
| 1 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Ndikhethe inkuni zokubasa umlilo.
| 2 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Ndizamise imbiza.
| 3 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Ndishayele phantsi.
| 4 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Ndihlambe izitya.
| 5 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Kutheni mna ndisebenza nzima...
... elo xesha yena umnakwethu uyadlala?
| 6 |
CC-BY-NC
|
Clare Verbeek, Thembani Dladla, Zanele Buthelezi
|
Lunathi Ntunzi
|
xh
|
0129_umnakwethu-omncinci-olivila.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0129
|
asp
|
Kudala-dala, kukho iqela
lezilwanyana ezineempondo
elagqiba kwelokuba zibe
nomdliva wepati phezulu
ezintabeni. Zamema ezinye
izilwanyana ezineempondo
kuphela. Hayi ezinye.
| 0 |
CC-BY
|
Basilio Gimo
|
Little Zebra Books
|
xh
|
0132_azivumelekanga-iihagu-apha.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0132
|
asp
|
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.