Text
stringlengths 1
10.7k
⌀ | Text Number
int64 0
31
| License
stringclasses 6
values | Text By
stringclasses 463
values | Translation By
stringlengths 1
146
⌀ | Language
stringclasses 188
values | File Name
stringlengths 9
81
| Source
stringclasses 16
values | ISO639-3
stringclasses 178
values | Script
stringclasses 23
values | Parallel ID
stringclasses 822
values | Story Category
stringclasses 4
values |
---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|
Inkosi yavuma ukunika ihafu yobutyebi bayo kukumkani uKayanja, obuquka inaliti eyayiyinxalenye yelobola. Kwenziwa amalungiselelo abucala omtshato phakathi kwenkosi u-Aludah kunye nenkosazana u-Apenyo. Ikumkani yayisazi ukuba intombi yayo ayisokuze isithande esi sigqibo.
| 3 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Kuthe sele kusele iveki enye kuphela phambi kokuba ifike imini yomtshato, uKakembo waya kuthetha noApenyo, wathi, "Nkosazana yami ethandekayo, utata wakho ucwangcisa umtshato wakho nenkosi u-Aludah, kwaye uza kwenzeka kwiveki ezayo."
| 4 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Inkosazana u-Apenyo yothuka kakhulu ingazi ukuba iza kwenza njani. Wacinga, wacinga, wacinga u-Apenyo, waze wathi, "Andisokuze mna nditshate nenkosi u-Aludah, ixhego elibi elityebileyo. Unotshe! Mandiye kuTrevor ndibone ukuba angenza ntoni, lisekhona ixesha." UTrevor wayelisoka likankosazana u-Apenyo.
| 5 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Ngobo busuku u-Apenyo wanyonyoba waphuma ebhotwe. Ukuba utata wake wayenokwazi ukuba uyaphi wayeza kucaphuka kakhulu. Wabaleka wadlula ehlathini elimnyama thsu, elishinyeneyo. Watsiba amatye nezihlahla de wayokufika kuTrevor wakhe. Wafika kwaTrevor ediniwe, elambile, futhi enxaniwe.
| 6 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
"Sithandwa sam, kungani ukuba ubaleke umgama ongaka wedwa ezinzulwini zobusuku?" kwabuza uTrevor. Wamphathela amanzi okusela waze wamnika ithuba lokuphumla. UTrevor wayengasakwazi ukulinda ngelixa u-Apenyo asaziphumzayo.
| 7 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
"Nkosazana yam endiyithandayo, ingaba yintoni ingxaki?" wabuza uTrevor. U-Apenyo waphefumlela phezulu kalusizi waze wathi, "Utata ufuna ukunditshatisa nenkosi u-Aludah, omkhulu. Kodwa andisoze nditshate indoda ekhohlakele ngolwahlobo. Trevor, ndifuna ukutshata nawe nokuba awunanto. Ndikulungele ukuhlupheka. Ndiyakuthanda."
| 8 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
"Kodwa nkosazana, andinanto endinokukulobola ngayo, uyazi nawe ukuba ndiyindoda ehluphekayo," watsho uTrevor. U-Apenyo waphendula wathi, "Ndiyazi Trevor, kodwa ndifuna ukutshata wena kuphela." Wacinga ixeshana u-Apenyo waze wathi, "Masiye kuKategga indoda yesikhephe asiwelise siye ngaphesheya komlambo. Ngale ndlela, singesaba, utata angaze aphinde asifumane."
| 9 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Emva ebhotwe, ikumkani uKayanja yayisele ibonile ukuba inkosazana u-Apenyo yayinyamalele. Wathumela abantu bakhe ukuba bayifune kuyo yonke indawo elalini. Amaphakathi eKumkani, amajoni kunye naye wonke umntu bacinga ngendawo awayenokuba uzifihle kuyo, kodwa abazange bamfumane u-Apenyo. Babuyela emva beyokuxelela ikumkani ukuba akafumaneki ndawo u-Apenyo. "Hambani niyokumfuna ehlathini," wabhavumla ukumkani uKayanja. Wayenomsindo ngeyona ndlela.
| 10 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Ngelixa inkosazana u-Apenyo noTrevor bebaleka ukuya emlanjeni, kwaqalisa ukusibekela aze amafu amnyama asigquma isibhakabhaka. Kwakusiza isaqhwithi esikhulukazi.
| 11 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
UKategga umqhubi wesikhephe wayesabophelela isikhephe sakhe ngelixa aba bathandanayo befika kuye. UTrevor wacela uKategga ukuba abakhwelise kwisikhephe sakhe abawelise umlambo. UKategga akazange avume, wabachazela ukuba isaqhwithi sele sikufutshane, ngoko kwakuza kuba yingozi kakhulu ukuzama ukuwela.
| 12 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
UTrevor waqhubekeka wachazela uKategga isizathu sokufuna kwabo ukuwela umlambo. Wasuka wafaka isandla sakhe epokothweni wakhupha imali wayinika uKategga. Wathi akuyiva imeko yabo uKategga, ebona nemali ebengezelayo, wavelana nabo. Wavuma ukubawelisa umlambo nangona izulu lalizongoma.
| 13 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
UKategga watsalela isikhephe sakhe ngasenyeleni yomlambo waze wabaxelela ukuba bangene. Waqalisa ukubhexa. Bathe xa ukumkani uKanyanja nenkosi u-Aludah befika enyeleni yomlambo, bababona aba bathathu esikhepheni. Babona ukuba izithandani zesabile.
| 14 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Umoya omkhulu owawuvuthuza wasisa ngapha nangapha isikhephe waze uKategga wasokola ukusilawula. IKumkani uKayanja yakwaza: "Apenyo, ndicela ubuye! Ndikuxolele, kwaye andisokuze ndinohlwaye wena noTrevor." Kodwa kwakusele kusemva kwesithonga. Isikhephe saphequka baze abantu ababekuso baphoseka emanzini. Bobathathu barhaxwa ngamanzi. Ukususela loo mini yentlekele, wonke umntu kwisizwe sikaKumkani uKayanja wakhululeka ukuba atshate naye nabani na amfunayo, nokuba usisityebi okanye ulihlwempu na.
| 15 |
CC-BY
|
Amana Yunus
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0236_ikumkani-ukayanja-nentwazana-yakhe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0236
|
asp
|
Lo nguNdalo.
| 0 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UNdalo uthanda ukufunda iincwadi.
| 1 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Lona nguPendo.
| 2 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UPendo uthanda ukutya iminqathe.
| 3 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UNdalo wolusa uPendo xa ebuya esikolweni.
| 4 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Umseza amanzi acocekileyo napholileyo.
| 5 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Utata kaNdalo upha uPendo ukutya kwakhe.
| 6 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Utata usenga uPendo yonke imihla.
| 7 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UPendo uyohlisa.
| 8 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Utata uyalithengisa ubisi lukaPendo.
| 9 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UNdalo usela ubisi olutsha yonke imihla.
| 10 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
UNdalo uyabulela, "Enkosi Pendo!"
| 11 |
CC-BY
|
Ruth Odondi
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0240_upendo-inkomo-yethu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0240
|
asp
|
Kudala-dala,
umnumzana
uNgonyama
wayengukumkani
wehlathi.
| 0 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Wathuma izilwanyana
zakhe ukuba
ziyokuphelisa ingxolo
eyayisechibini apha
ehlathini. Kodwa zange
ziphumelele.
| 1 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Indlovu yazigqatsa
ukuyayiphelisa. Indlovu
leyo yathunywa ukuba
iyokugada.
| 2 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Ezinzulwini zobusuku
yaqalisa ingxolo yaze
indlovu yaqalisa
ukubulala amasele.
Yaphinda ngosuku
olulandelayo yenza
ngokukwanjalo.
| 3 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Emva kweevekana,
waba novuyo ukumkani
uNgonyama ngoba
undlovu wayeyiphelisile
iingxolo.
| 4 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Kodwa emva
kwenyanga, babona
izinambuzane ezininzi
entsimini yabo.
| 5 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Ukumkani uNgonyama
wacela undlovu ukuba
abize amasele azotya
izinambuzane.
| 6 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Waba noloyiko undlovu
ngoba wayewabulele
onke. Wathi, "Uxolo,
ndi-ndi-ndi-ndiye,
ndiwabulala!"
| 7 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Wathi ukumkani
uNgonyama, "Ndlovu,
ndakucela ukuba
uphelise ingxolo, hayi
ukuba ubulale
amasele."
| 8 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
Waze ukumkani
waxelela zonke
izilwanyana ukuba
zisoloko zisenza ngqo
into ayithethileyo.
| 9 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0242_undlovu-namasele.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0242
|
asp
|
ULilitha noLuniko babehlala esixekweni notata wabo. Babekulangazelela kakhulu ukuya eholideyini. Babengafuni nje ukuba izikolo zivalwe kodwa babefuna ukuya kutyelela umakhulu wabo. Wayehlala elalini enechibi elikhulu ekulotywayo kulo.
| 0 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
ULilitha noLuniko bachulumanca lakufika ixesha lokuyokutyelela umakhulu kwakhona. Phezolo, ngobusuku obungaphambili bapakisha iibhegi zabo belungiselela uhambo olude oluya elalini. Babengakwazi ukulala yimincili baze bahlala bancokola ngeholide yabo ubusuku bonke.
| 1 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Ekuseni ngemini elandelayo, bahamba ngemoto katata wabo ukuya ezilalini. Yahamba imoto igqitha iintaba, izilwanyana zasendle kunye namahlathi.
| 2 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Emva kwexesha elide behamba, abantwana badinwa baze balala.
| 3 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Utata wabo uLilitha noLuniko wabavusa besakufika elalini. Bafika umakhulu wabo uNobuntu ephumle phantsi komthi. Igama elithi 'Nobuntu' ngesiXhosa lithetha umntu oxabise abanye abantu nozaziyo ukuba ungumntu ngabanye abantu. Wayelinina elihle elisele liqinile.
| 4 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
UNobuntu wabamkela emzini wakhe waze wadanisa ngaphakathi luvuyo. Abazukulwana bakhe bona babechumancile ngelixa babemnika izipho ababemthengele zona esixekweni. "Vula isipho sam kuqala," watsho uLilitha. "Hayi makhulu, vula esam kuqala!" watsho uLuniko.
| 5 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Emveni kokuba ezivulile izipho, uNobuntu wabasikelela abazukulwana bakhe ngokwesithethe.
| 6 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Emva koko uLilitha noLuniko baphuma baya phandle. Baqalisa ukuleqa amabhabhathane neentaka.
| 7 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Bakhwela emithini, batshizana nangamanzi echibini.
| 8 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Ngokuhlwa babuyela endlwini bayokutya isopholo. Kodwa basuka bozela phambi kokuba bagqibe ukutya kwabo.
| 9 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Ngemini elandelayo utata wabantwana wabuyela esixekweni ebashiya nomakhulu wabo uNobuntu.
| 10 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
ULilitha noLuniko bancedisa umakhulu wabo ukwenza imisebenzi yasekhaya. Bayokukha amanzi futhi baya kutheza. Baqokelela amaqanda eenkukhu bakha nemifuno egadini.
| 11 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Umakhulu uNobuntu wabafundisa abantwana bakhe ukupheka ipapa ababeza kuyitya nonqweme. Wababonisa nendlela yokupheka umngqusho oneembotyi.
| 12 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Ngenye intsasa, uLilitha wakhaphela iinkomo zikamakhulu emadlelweni. Ngelishwa zangena entsimini yommelwane. Ummelwane waba nomsindo kakhulu yinto kaLilitha yokuyeka iinkomo zingene entsimini yakhe. Wamothusa ngokuba uza kuzibamba iinkomo ezitya izityalo zakhe. Emva kwaloo mini, uLilitha waqinisekisa ukuba iinkomo aziphindi zimfake engxakini kwakhona.
| 13 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Ngenye imini abantwana baya emarikeni noNobuntu. Wayenestendi athengisa imifuno, amagwinya kunye nenyama kuso. ULuniko wayekuthanda ukuchazela abantu ngamaxabiso ezinto. ULilitha ekuthanda ukupakisha izinto ezithengiweyo.
| 14 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Emva kwemini babeye baphunge ibholani kunye. Babencedisa umakhulu nokubala ingeniso ayenzileyo.
| 15 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Kodwa iintsuku zeholide zafikelela ekupheleni ngokukhawuleza kwaye abantwana kwafuneka ukuba babuyele esixekweni kwakhona. UMakhulu wanika uLilitha ikepusi, waze wanika uLuniko isikipa. Wabapakishela umphako elungiselela uhambo lwabo.
| 16 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Wathi xa utata wabo ebuya ezokubalanda, abantwana abafuna ukuhamba. Bamcenga, bambongoza uNobuntu ukuba ahambe nabo ukuya esixekweni. Umakhulu yena wancuma waze wathi, "Ndimdala kakhulu ukuba ndingahlala esixekweni. Ndiza kunilinda ukuba nizokundityelela apha elalini kwakhona."
| 17 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
ULilitha noLuniko bamqinisa ukumwola oku baze bamsalisa kakuhle.
| 18 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Bakufika esikolweni uLilitha noLuniko bababalisela bonke abahlobo babo ngobomi baselalini. Abanye abantwana babecinga ukuba ubomi basesixekweni bobona bulungileyo. Abanye bona babecinga ukuba obaselalini bobona bungcono. Kodwa, ngaphezu kwento yonke, wonke umntu wavumelana noLilitha noLuniko ukuba banomakhulu othandekayo!
| 19 |
CC-BY
|
Violet Otieno
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0243_ulilitha-noluniko-batyelela-umakhulu-wabo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0243
|
asp
|
Kwakukho indoda eyayigama lingu Lodipo. Wayehlala kunye no mama wakhe, nabafazi bakhe ababini, u-Akai no Akitela.
| 0 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Unkosikazi kaLodipo wokuqala, u-Akai, yayinguye kuphela owayencedisa umama kaLodipo owayengasaboni.
| 1 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Mini ithile, u-Akitela, inkosikazi encinci kaLodipo, wacebisa umyeni wakhe esithi, "Masihambe siyokuhlala kwenye indawo." Wayeziva engasakhuselekanga, kuba apho babehlala khona, babehlaselwa ngabaphangi beenkomo.
| 2 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
ULodipo waxelela u-Akitela ukuba umama wakhe wayengafuni ukushiya ikhaya lakhe. Kodwa u-Akitela wanyanzela ukuba bahambe, bamshiye umama kaLodipo. "Ukuba asihambi apha, ndizakubuyela ekhaya kubazali bam," wakhala u-Akitela.
| 3 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
ULodipo wayemthanda kakhulu u-Akitela. Ngoko ke, wavuma ukushiya umama wakhe. Baqalisa ukulungiselela uhambo. U-Akai, umfazi wokuqala, wayengonwabanga nakancinci sesisehlo.
| 4 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Umama ka Lodipo wayezihlalele phantsi komthi engazi nokuba kwenzekani. "Singamshiya kanjani eyedwa?" Wazibuza u-Akai, ekhathazeke kakhulu.
| 5 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
ULodipo wathatha inkamela, walayisha zonke iimpahla zabo. Wakuqgiba, wahamba kunye nabafazi bakhe bobabini. Bamshiya ke umama wakhe, bengatshongo nokuba bayahamba. Walila u-Akai, ezele lusizi ngokushiya uninazala wakhe eyedwa.
| 6 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Umama ka Lodipo washiyeka yedwa ekhala inyembezi, ecula lengoma: "Awesita Lodipo Ngina Ekitae Ka ng'akinei, Nakolong kedounio, Nitonoma tani Akolong'a Awesiti ngina, Awesiti a Lodipo ngina Eriamaros morua polonia."
| 7 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Emva kokuba uLodipo ehambile nabafazi bakhe, kuye kwafika abaphangi beenkomo, bahlasela ekuhlaleni.
| 8 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Babuza kumama kaLodipo ukuba uphi unyana wakhe. Babemkhangela, befuna ukumbulala. Wabacenga esithi, "Nincede ningambulali u-Akai."
| 9 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Umama kaLodipo wacela abaphangi ukuba babuye nenkunzi yakhe yegusha, uLodipo awayehambe nayo.
| 10 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Baye bahamba ke aba bahlaseli, beyokukhangela uLodipo. Bathe bakumfumana, bambulala kunye nomfazi wakhe omncinci u-Akitela.
| 11 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Uye wabuya ke u-Akai, kunye nenkuzi yegusha kamama kaLodipo. Bahlala kunye ngolonwabo ekhayeni labo.
| 12 |
CC-BY
|
John Nga'sike
|
Apiwe Magadla
|
xh
|
0250_danger-of-abandoning-a-mother.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0250
|
asp
|
Kudala kwakukho indoda
eyayihluphekile kunye nenkosikayi
yayo. Babenomntwana omnye
kuphela, intombazana, egama
linguNonkungu.
UNonkungu wayemhle kwaye
enobubele.
Abazali bakhe babemthanda
kakhulu.
| 0 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Ngenye imini abazali bakhe bagqiba
kwelokuba bathumele uNonkungu
ayokuhlala nomalume wakhe
uMtonyama. Umalume uMtonyama
wayeyondoda eyayifumile.
Umama kaNonkungu wenza
umbhinqo owodwa ngeribhoni,
amaqhosha nneentsimbi. Wenza
nentsimbi yomqala entle, esenzela
uNonkungu.
Ngenye intsasa kwakusasa,
uNonkungu wabashiya abazal
bakhe esiya kumzi kamalume
wakhe.
| 1 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Endleleni uNonkungu wafika
emfuleni.
Wawuwela umfula, esebenzisa
amatye okucangcatha.
Kwicala elingaphesheya wadibana
nentombazana elula inxibe
amadlakadlaka.
| 2 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
“Uya phi na?” Yabuza intombazana
elula. “Ndiya kundwendwela
umalume wam uMtonyama,”
watsho uNonkungu.
“Loo nto iyammangaliso,” yatsho
intombazana elula. UMtonyama
ngumalume wam nam, kwaye nam
ndisendleleni eya kundwendwela
yena.”
| 3 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Yaza ke intombazana elula yathi,
“Umbhinqo wakho mhle kakhulu
nazo iintsimbi zakho zintlle
ngokunjalo. Nceda undivumele
ndizilinganise.”
Ngoko ke uNonkungu wakhulula
umbhinqo neentsimbi.
| 4 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Intombazana elula yakhulula
amadlavu ayo, waza uNonkungu
wabona ukuba intombazana elula
inomsila. UNonkungu wayazi ngoku
ukuba intombazana elula ngenene
yimbulu. Woyika uNonkungu.
Imbulu yanxiba umbhinqo
nentsimbi yomqala. Waza
uNonkungu wanxiba amadlavu.
| 5 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Bahamba kunye. Emva kokuba
behambe umganyana omfutshane,
uNonkungu wathi kwimbulu, “Nceda
undinike umbhinqo wam neentsimbi
zam.”
Kha undivumele ndizinxibe side
siyokufika kulaa mthi,” yatsho
imbulu, isalatha umthi osendulini.
| 6 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Xa befika emthini, uNonkungu wathi
kwimbulu, “Nceda undinike
umbhinqo neentsimbi zam.”
Kha undivumele ndizinxibe side
sifike kulaa mfula ulandelayo,”
yatsho imbulu. UNonkungu
wayesoyika ngoko ke wavuma.
| 7 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Ekugqibeleni bafika emfuleni.
Kwakhona uNonkungu wabuza
imbulu, “Nceda undinike umbhinqo
wam neentsimbi zam.” Kha
undiyeke ndizinxibe nje side
siyokufika kulaa ndlu, apho abafazi
bahleli khona,” yatsho imbulu. Baza
baqhubeka behamba.
| 8 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Bathi bakufika endlwini, imbulu
yatyhalela uNonkungu ngemva,
yaza yathi kubafazi abahleli
ngasendlwini, “Jongani le
ntombazana inxibe amadlavu.
Ebesoloko elandelana nam imini
yonke. Ndinqwenela ukuba
ahambe.”
UNonkunga waba neentloni
noloyiko, kangangokuba wabalekela
ebuhlanti, wazimela.
| 9 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Yaza imbulu yaya kwindlu
kamalume uMtonyama yathi, “
Ndingumtshana wakho, uNonkungu.
Abazali bam bandithumele ukuba
ndizokuhlala nawe.” UMtonyama
wayamkela intombazana elula
eyayiyimbulu ngenene.
UMtonyama nosapho lwakhe
babenobubele kwimbulu kuba
babecinga ukuba nguNonkungu.
Kodwa usizana olunguNonkungu
kwafuneka lulale ebuhlanti abelane
nezinja ngokutya.
| 10 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Emini uNonkungu waya ethafenii,
wacula:
“Owu! Kha undisizele, ndisizele.
Bendithunywe ngutata nomama
Ukuba ndiyokuhlala nomalume,
uMtonyama.
Endleleni ndadibana nembulu
yaza yathatha umbhinqo wam
neentsimbi zam.
Owu! Ndisizele, ndisizele.”
| 11 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Ngenye imini abanye abantu bayiva
le ngoma, baxelela uMtonyama
ukuba bekukho intombazana elula
ethafen,i ecule eyona ngoma
imnandi nelusizi. Ngaloo mva
kwemini uMtonyama waya ethafeni.
Weva umntu othile ecula.
Walinda emva kwesihlahla,
wamamela. UMtonyama waya
kwimvumi. Yayinxibe amadlavu
embulu.
| 12 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
UMtonyama wayibuza, “Ungubani,
Ungumtshana wam, uNonkungu?”
Waza uNonkungu wamxelela into
eyenzekileyo. UMtonyama
wamthatha uNonkungu
wambuyisela endaweni yakhe,
wamzimelisa endlwini.
| 13 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
UMtonyama wakhe weva ukuba
umsila wembulu uyaluthanda ubisi
kwaye awunakulidlula ngaphandle
kokusela intwana yalo. Ngoko ke
uMtonyama waxelela amadoda
akhe ukuba ombe umjelo onzulu
ukuze awuzalise umjelo ngamasi.
| 14 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Aza onke amantombazana elali
abizelwa kwindawo
yakwaMtonyama ukuya kuthatha
inxaxheba kugqatso lokutsiba.
Intombazana nganye yayizakutsiba
ngaphezu komjelo. Intombazana
eyayinxibe umbhinqo neentsimbi
zikaNonkungu yayixhalabile. Zange
ifune ukutsiba phezu kumjelo.
Yayisazi ukuba umsila wayo uza
kunxanelwa amasi. Ngoko ke
imbulu yaya endlwini, yaza
yabophelela umsila wayo emzinjeni
wayo kangangoko inako. Waza
wathatha indawo yakhe
njengamanye amantombazana.
| 15 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Ekugqibeleni yaba lithuba lembulu
ukutsiba. Yazama ukutsibela
phezulu ngaphaya komjelo, kodwa
umsila wayo waqhawuka,
waphuncuka, wayitsalela ezantsi,
ezantsi, ezantsi emasini.
| 16 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Njengoko iduntsalaza emasini,
amadoda akhawuleza azalisa
umjelo ngesanti aza ayingcwaba
imbulu. Yaba sisiphelo sayo. Kodwa
uNonkungu wahlala ngokonwaba
nomalume wakhe ixesha elide
kakhulu.
Yabasisiphelo sebali.
| 17 |
CC-BY
|
Alan Kenyon, Viv Kenyon
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0251_unonkungu-nembulu.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0251
|
asp
|
Kwidolophukazi exakekileyo yaseNairobi,
kude le nekhaya elinenkathalo,
kwakuhlala iqela lamakhwenkwe
angenakhaya. Babejongana nosuku
ngalunye ngendlela oluze ngayo.
Ngantsasa ithile la makhwenkwe
ayesonga iingutyana zawo zokulala
emva kokulala kwipavumente ebandayo.
Babebasa umlilo ngenkukuma ukugxotha
ingqele.
Phakathi kwala makhwenkwe kwakukho
inkwenkwe egama linguMagozwe.
Wayengoyena umncinane kubo bonke.
| 0 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Abazali bakaMagozwe basweleka
eneminyaka emihlanu kuphela. Waya
kuhlala nomalume wakhe. Le ndoda
yayingayikhathalelanga le nkwenkwana.
Wayengamniki nditsho nokutya
okwaneleyo. Wayemsebenzisa
okwekhoboka.
| 1 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Umalume kaMagozwe wayembetha xa
ekhalaza okanye ebuza imibuzo. Xa
uMagozwe ebuza ukuba angaya na
esikolweni, umalume wakhe
wayembetha athi, “Usisidenge
esingenakufunda nto.”
Emva kweminyaka emithathu
yalempatho uMagozwe wabaleka
wamshiya umalume wakhe. Waya
kuhlala esitalatweni.
| 2 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Babunzima ubomi basesitalatweni
kwaye la makhwenkwe etsala nzima
imihla ngemihla ukufumana ukutya.
Maxa wambi babebanjwa, maxa wambi
bebethwa. Xa begula kwakungekho mntu
wokubanceda.
Babexhomekeke kwimalana
ababeyifumana ngokungqiba, bethengisa
neeplastiki nenkukuma ephinda
isetyenziswe kwakhona.
Ubomi babubanzima kakhulu ngenxa
yemilo namanye amaqela awayefuna
ukulawula iingingqi ezithile
kulodolophukazi.
| 3 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Ngenye imini uMagozwe wathi
ekhangela emigqomeni wafumana
incwadi endala yamabali. Wayivuthulula
wayifaka kwingxowana yakhe.
Wayeyikhupha mihla le abukele
imifanekiso ekuloo ncwadi.
Wayengakwazi ukufunda amagama.
| 4 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Le mifanekiso yayibalisa
ngenkwenkwana eyakhula yaba
ngumqhubi weenqwelo-moya.
UMagozwe wayephupha ngokuba
ngumqhubi weenqwelo-moya. Maxa
wambi wayezibona eyile nkwenkwana
ikweli bali.
| 5 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Kwakubanda uMagozwe emi ecaleni
kwendlela engqiba. Kweza indoda kuye.
“Molo, ndinguThomas. Ndisebenza
kufutshane apha, kwindawo
onokufumana kuyo into etyiwayo,” yatsho
indoda.
Yakhomba kumzi otyheli onophahla
olubhlowu. “Ndiyathemba ukuba uyakuya
phaya uyokufumana ukutya?” yabuza.
UMagozwe wajonga kule ndoda,
wajonga kulo mzi. “Mhlawumbi,” watsho
waze wahamba.
| 6 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Kwiinyanga ezilandelayo la makhwenkwe
angenamakhaya aqhelana nokubona
uThomas. Wayekuthanda ukuthetha
nabantu, ingakumbi abantu abahlala
esitalatweni.
UThomas wayephulaphula amabali
angobomi babantu. Wayeqinisekile
kwaye enomonde kwaye engakhe
abekrwada okanye angabina ntlonipho.
Amanye amakhwenkwe aqalisa ukuya
kulendlu ityheli nabhlowu ukuya
kufumana isidlo sasemini.
| 7 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
UMagozwe wayehleli kwipavumente
ebuka incwadi yakhe yemifanekiso
kwaze kwafika uThomas wahlala ecaleni
kwakhe.
“Ingaba lingantoni eli bali?” wabuza
uThomas.
“Lithetha ngenkwenkwana eyaba
ngumqhubi weenqwelo-moya,”
waphendula uMagozwe.
“Ngubani igama lalenkwenkwana?”
wabuza uThomas.
“Andilazi, andikwazi ukufunda,” watsho
uMagozwe ethethela phantsi.
| 8 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Ukudibana kwabo, uMagozwe waxelela
uThomas ngebali lakhe. Wamxelela
ngomalume wakhe nesizathu sokuba
abaleke.
UThomas wayengathethi kakhulu, kwaye
wayengamxeleli uMagozwe kuba enze
ntoni na, kodwa wayephulaphula
ngononophelo.
Maxa wambi babencokola ngeli lixa
besitya kwindlu enophahla olubhlowu.
| 9 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Kufutshane nomhla wokuzalwa kaMagozwe egqiba iminyaka elishumi,
uThomas wamnika incwadi yamabali entsha. Yayithetha ngenkwenkwana
eyakhulela ezilalini eyakhula yaba ngumdlali webhola odumileyo.
UThomas wamfundela le ncwadi uMagozwe amaxa amaninzi waza wathi
ngenye imini, “Ndicinga ukuba kufuneka uye esikolweni ukwazi ukufunda.
Ucinga ntoni wena?”
UThomas wathi kukho indawo ayaziyo apho abantwana bavunyelwa ukuba
bahlale baye nasesikolweni.
| 10 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
UMagozwe wacinga ngalendawo intsha
nangokuya esikolweni. Mhlawumbi
umalume wakhe wayelungile xa esithi
usisidenge esinganakho ukufunda nto?
Angathini xa benokumbetha kulendawo
intsha. Wayesoyika.
“Mhlawumbi kungcono ahlale
esitalatweni,” wacinga ngolo hlobo.
| 11 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Waxelela uThomas ngoloyiko lwakhe.
Ekuhambeni kwexesha le ndoda
yamthembisa ukuba ubomi bunokuba
ngcono kulendawo intsha.
| 12 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Ngoko ke uMagozwe wafumana igumbi
lokuhlala kumzi onophahla oluluhlaza
namanye amakhwenkwe amabini.
Babelishumi bebonke abantwana
ababehlala kweli khaya. Kwakukho
noMama uCissy nomyeni wakhe, izinja
ezintathu, ikati kunye nebhokhwe endala.
| 13 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.