Text
stringlengths 1
10.7k
⌀ | Text Number
int64 0
31
| License
stringclasses 6
values | Text By
stringclasses 463
values | Translation By
stringlengths 1
146
⌀ | Language
stringclasses 188
values | File Name
stringlengths 9
81
| Source
stringclasses 16
values | ISO639-3
stringclasses 178
values | Script
stringclasses 23
values | Parallel ID
stringclasses 822
values | Story Category
stringclasses 4
values |
---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|---|
UMagozwe waqala isikolo kwaye
kwakunzima. Wayesemva ngomsebenzi
omninzi kakhulu.
Maxa wambi wayefuna ukunikezela.
Kodwa wayecinga ngomqhubi
weenqwelo-ntaka kunye nomdlali
webhola awayefunda ngabo kwiincwadi
zakhe zamabali. Wayenganikezeli efana
nabo.
| 14 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
UMagozwe wayehleli eyadini kwindlu
enophahla oluluhlaza efunda incwadi
yamabali yasesikolweni. UThomas weza
kuhlala ecaleni kwakhe.
“Lingantoni eli bali?” wabuza uThomas.
“Limalunga nenkwenkwana eyaba
nguTitshala,” waphendula uMagozwe.
“Ngubani igama lalenkwenkwana?”
wabuza uThomas.
“Igama layo nguMagozwe,” waphendula
enoncumo uMagozwe.
| 15 |
CC-BY
|
Lesley Koyi
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0262_umagozwe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0262
|
asp
|
Kutheni ubhabha elila
nje?
| 0 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Ndicinga ukuba
ulambile.
| 1 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Kutheni inkwenkwe
iqumbile?
| 2 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Ndicinga ikhumbula
utata wayo.
| 3 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Kutheni intombazana
yonwabile nje?
| 4 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Unelokhwe entle.
| 5 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Kutheni indoda endala
ihleka nje?
| 6 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Ifunde isiqhulo
esilungileyo.
| 7 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Kutheni inenekazi
lincumile nje?
| 8 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Abantwana balo
bafunda ngokuthe
cwaka.
| 9 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Liva ntoni eli nenekazi?
| 10 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
Ndicinga ukuba uziva
enentloni.
| 11 |
CC-BY
|
Madhav Chavan
|
Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
|
xh
|
0265_ndixelele-ngoku-wonwabile-kwaye-uqumbile.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0265
|
asp
|
UMinti uyakuthanda ukudlala
namabhabhathane…
| 0 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
…kwakunye neentaka.
| 1 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Uyakuthanda kanti
nokwenza
amapomakazi ngesanti.
| 2 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Uyakuthanda kanti
nokwenza
amapomakazi ngesanti.
| 3 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Xa uMinti ebuyela
ekhaya, umama wakhe
umcela ukuba acoce
ikhaya lakhe. Kodwa
uyala.
| 4 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Ndiyazicaphukela
iisepha!” ukhwaza
atsho.
| 5 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Kwathi ngabusuku
buthile uMinti
wafumana iphupha.
Ipomakazi lakhe lesanti
laligcwele
iintsholongwane, ezinye
zazimhlasela.
| 6 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Nanko uMinti eleqwa
ziintsholongwane.
Akazange abalekele
obu bomi! Wakhala
ekhwaza,
“Nceda…Nceda!”
| 7 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Ngephanyazo, Kwavela
uGwebu inkosi
yeesepha. “Minti musa
ukoyika,” watsho
uGwebu.
“Hlaselani ezi
ntsholongwane!”
watsho uGwebu inkosi
yeesepha eyalela
umkhosi wakhe
wogwebu.
| 8 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Yeka oko umkhosi
wogwebu ukuleqa ezo
ntsholongwane!
| 9 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Nanamhla uMinti
uyakuthanda
ukusebenzisa isepha.
Uyazihlamba azigutyule
ukuze acoceke.
| 10 |
CC-BY
|
Sorit Gupto
|
Kholeka Mabeta
|
xh
|
0266_ubhanti-no-bhabli.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0266
|
asp
|
Kwakukho ibhasi enye jwi elalilini ka-Ebei. Yayinkulu kwaye izuba ngombala. Yayingxola kakhulu.
| 0 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Ngenye imini umama ka-Ebei wathi, "Kusasa ngomso sizokuya edolophini siyokuthenga iyunifomu yakho."
| 1 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei wavuya kakhulu. Babeza kuhamba ngebhasi enkulu ezuba ngombala. Wayengakwazi ukulala ebusuku luvuyo.
| 2 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Wayesele enxibile ngelixa umama wakhe engena ezokumvusa.
| 3 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei nomama wakhe baya esitophini sebhasi. Balinda ibhasi enkulu embala uzuba. Kodwa ibhasi ayizange ifike.
| 4 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Abanye abantu bafika nabo esitophini. Babekhalaza kuba ibhasi yayingalibambanga ixesha layo. "Ingaba ibhasi isishiyile?" Babebuza.
| 5 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei wakhathazeka. "Asizukwazi ukuya edolophini. Asizukwazi ukuyokuthenga iyunifomu yam," wacinga.
| 6 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Abanye abantu bajika babuyela emakhaya. Kodwa u-Ebei wayekhala engafuni ukuya ekhaya. Umama wakhe wamthuthuzela wathi, "Siza kuqhubeka silinde."
| 7 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Ngokukhawuleza beva ingxolo. Babona uthuli emoyeni. Yayisiza ibhasi!
| 8 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Kodwa ibhasi yayingekho zuba. Yayingekho nkulu. Le bhasi yayibomvu yaye incinane. Abantu ababelindile bayijonga nje ibhasi. Abazange bakhwele.
| 9 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
"Ngenani! Ngenani!" wakhwaza umqhubi Waphinda wathi, "Sishiywe lixesha namhlanje.
| 10 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei nomama wakhe bangena kuqala. Ngomzuzwana wonke umntu wangena ebhasini ebomvu encinane.
| 11 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei wajonga phandle ngefestile. Wabona abanye abantu abaninzi esitophini.
| 12 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Abanye abantu abaninzi babebaleka beleqa ukukhwela ibhasi. Kodwa babesele beshiywe lixesha. Ibhasi yayisele igcwele. Ibhasi ebomvu yahamba yaya edolophini.
| 13 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
"Iphi ibhasi enkulu ezuba ngombala?" Kwabuza umama ka-Ebei. "Yonakele," waphendula umqhubi. "Siyayilungisa, iza kuba khona ngomso," watsho umqhubi.
| 14 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
U-Ebei wayengenaxesha lombala webhasi. Wayengenaxesha lobukhulu bebhasi. Wayevuyiswa kukuba wayesiya edolophini.
| 15 |
CC-BY
|
Mecelin Kakoro
|
Xolisa Guzula
|
xh
|
0276_ibhasi-enkulu-ezuba.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0276
|
asp
|
Igama lam nguSimilo.
| 0 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Ndinabahlobo abane.
| 1 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Amagama abo
nguZuko, uLizo, uViwe
noSiyanda.
| 2 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Umhlobo wam uZuko
uthanda ibhola.
| 3 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Umhlobo wam uLizo
uthanda ukudada.
| 4 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Umhlobo wam uViwe
uthanda undize.
| 5 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Umhlobo wam uSiyanda
uthanda ukufunda.
| 6 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Mna, ndithanda konke
abakuthandayo.
| 7 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Ndidlala ibhola noZuko.
| 8 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Ndidada edamini
noLizo.
| 9 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Ndidlala undize noViwe.
| 10 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Yiza mhlobo.
Wena, uthandani?
| 11 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Yiza, uzodlala ibhola
nathi.
| 12 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Yiza, uzodada nathi.
| 13 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Yiza, uzodlala undize
nathi.
| 14 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Yiza, uzofunda nathi!
| 15 |
CC-BY
|
Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
|
Nolitha Bikitsha
|
xh
|
0277_abahlobo.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0277
|
asp
|
Kudala-dala, icilikishe
nesele babe
ngabahlobo.
| 0 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Isele lalinomona
bubuhle nenkazimlo
yecilikishe.
| 1 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
"Wenze njani ukuze
ubemhle? Jonga mna,
ndimbi. Ndenze njani
ngolwam ulusu?" latsho
isele.
| 2 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Lathi icilikishe,
"Mamela, galela amanzi
embizeni uyibeke
emlilweni. Ecaleni
kwakho . . . ."
| 3 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Kodwa isele lathi,
"Sendiyazi, ndiyayazi.
Thula, mhlobo wam."
Lahamba.
| 4 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Lafika ekhaya lagalela
amanzi embizeni.
| 5 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Athe xa amanzi eqala
ukubila, lazijula kuwo.
| 6 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Ze latsha ulusu lakhe,
laqhawukelwa
nangumsila.
| 7 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Endaweni yokuba
liqhakazele libelihle nje
ngecilikishe, laba libi
nangakumbi!
| 8 |
CC-BY
|
Mozambican folktale
|
Nokuthula Bernelee Dyonase
|
xh
|
0280_kutheni-isele-lilibi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0280
|
asp
|
Ilanga laligqats' ubhobhoyi kwihlathi elomileyo.
| 0 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Kwakusele kuziintsuku ezininzi imbovane encinane ingawaseli amanzi.
| 1 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Ndidinga ithontsi lamanzi nokuba liwa egqabini."
| 2 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Kodwa nombethe wawusele womile.
| 3 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Ukuba andiseli manzi ngoku, ndiza kufa," yatsho imbovane encinane inyembezana. "Kufuneka ndiye kula mlambo bendive ngawo."
| 4 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Umlambo uza kumka nawe," watsho unomatse okrelekrele eyilumkisa.
| 5 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Kodwa yayomile lunxano imbovane encinane. "Ndiza kufa ukuba andiseli manzi ngoku."
| 6 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Imbovane encinane yahamba isiya kukhangela loo mlambo.
| 7 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Yahamba yahamba idlula kwingca eyomileyo nakumahlahla awomileyo.
| 8 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Yahamba yade yeva ukugwinkciza kwamanzi omlambo.
| 9 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Imbovane encinane yathatha ithamo lamanzi ixesha elide.
| 10 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Ngendlela eyayivuya ngayo ayizange ilibone iliza elikhulu lamanzi elalisiza.
| 11 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Imbovane yazama ukubambelela emcingeni owomileyo wengca owawudlula ngakuyo. Kodwa yemka namanzi.
| 12 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Ndincedeni bantu. Khanindincede."
| 13 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Khawuleza, bambelela apha," latsho ihobe elimhlophe liphethe ikhuni ngomlomo.
| 14 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
null | 15 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
| null |
asp_0281
|
asp
|
"Andinakuhamba ndingekalibuleli ihobe. Ndiza kulinda lide lize kusela amanzi."
| 16 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Ngenye imini isalindile njalo, kwafika amakhwenkwe amabini emlanjeni ephethe iiketi zawo.
| 17 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
"Kukho ihobe elikhulu elimhlophe elidla ngokuza kusela amanzi apha," yatsho enye inkwenkwe. "Siza kutya lona ngale ngokuhlwa."
| 18 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
null | 19 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
| null |
asp_0281
|
asp
|
"Andinakuwavumela la makhwenkwe alibulale eli hobe limhlophe. Kodwa njengokuba ndimncinane kangaka nje, ndingenza ntoni?"
| 20 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Kanye ngelo xesha ihobe elimhlophe labhabha lisuka emthini lisiya kusela.
| 21 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
null | 22 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
| null |
asp_0281
|
asp
|
Imbovane encinane yavela necebo.
| 23 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Yatsibela unyawo lwenye yala makhwenkwe, yaza yalithi nkxii kanobom.
| 24 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Le nkwenkwe yaxhuma. "Yhoo!" yakhwaza isitsho.
| 25 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Ihobe elimhlophe lothuka laza labhabha lisiya kwindawo ekhuselekileyo.
| 26 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Yaba ke ngolo hlobo imbovane encinane ibulela ihobe elimhlophe ngokuyihlangula.
| 27 |
CC-BY
|
Kholeka Mabeta
|
Siyamthanda Jiza
|
xh
|
0281_indlela-imbovane-eyalihlangula-ngayo-ihobe.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0281
|
asp
|
Ngenye imini mna
nodade wethu
sasihamba ecaleni
kwendlela.
| 0 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Ilori enkulu yayisihla
endulwini.
| 1 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Imoto yayinyuka iqhina
ngesantya esiphezulu.
| 2 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Umqhubi wayethetha
kwimfono-mfono yakhe.
Wayengajonganga
endleleni.
| 3 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Ilori yantlitheka
emotweni.
| 4 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Inqwelo yezigulane
namapolisa zeza
kunceda.
| 5 |
CC-BY
|
Zanele Buthelezi, Thembani Dladla, Clare
Verbeek
|
Anezwa Madondile
|
xh
|
0285_ingozi-embi.md
|
global-asp/asp-source
|
xho
|
Latn
|
asp_0285
|
asp
|
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.